Genesis 23:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku ukuhlala kuka‐Sara bekuyiminyaka ilikulu linamashumi mabini anesixe̔nxe: yiyo iminyaka yokuhlala kwake u‐Sara.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku ukudla ubomi kukaSara kwaba yiminyaka elikhulu elinamanci mabini aneminyaka esixhenxe; yiyo iminyaka yokudla ubomi kukaSara.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kaloku uSara ebeminyaka ilikhulu elinamanci mabini anesixhenxe; Yiyo le iminyaka yokudla ubomi kukaSara.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
USara uhleli wade wanekhulu elinamashumi amabini anesixhenxe ubudala.