Genesis 23:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndingowasemzini nompambukeli kuni; ndinike imfuyo yendawo yokuncw̔abela kuni, ukuba ndincw̔abe ofileyo wam ebusweni bam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
wathetha koonyana bakaHeti, esithi, Ndingumphambukeli, ndilundwendwe kuni; ndinikeni ndibe nendawo yam yokungcwaba phakathi kwenu, ukuze ndimngcwabe umfikazi, angabikho phambi kwam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndingumphambukeli nondwendwe phakathi kwenu; ndinike ingcwaba nawe, ndingcwabe umfikazi phambi kobuso bam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Ndingumfiki nomhambi apha; ndinikeni indawo apho ndingamngcwabela khona umkam.”