Genesis 23:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ukuba andinike umqolomba wase‐Makapela, lowo anawo, osencameni yentsimi yake; ngemali ezalisekileyo uya kunditengisa wona, ube yimfuyo yendawo yokuncw̔aba pakati kwenu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ukuba andinike umqolomba waseMakapela, lowo anawo, osekupheleni kwentsimi yakhe, andinike wona ngemali ezalisekileyo; ube yindawo yam yokungcwaba phakathi kwenu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Andinike umqolomba waseMagpela, lowo anawo, ekupheleni kwentsimi yakhe; ngokuba nithe nandinika, yoba bubutyebi bengcwaba phakathi kwenu, njengoko inokulingana.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
ukuba andithengisele laa mqolomba useMakapela; nankuya emdeni womhlaba wakhe. Ze nithi makandinike ngexabiso lawo, ukuze ndiwuthenge, ndingcwabe kuwo.”