Genesis 24:21 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yaza indoda leyo yayitela nqa isiti cwaka, ukunga ingaqonda ukuba uyehova utamsanqelekisile indlela yayo kusinina.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Indoda leyo yee nqa yiyo, ithe cwaka, ukuze yazi ukuba uYehova uyiphumelelisile indlela yayo, akayiphumelelisanga, kusini na.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wahlala wathi cwaka umntu owamothusayo, ukuze azi enoba uYehova uphumelele na kuhambo lwakhe okanye akunjalo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Lo mfo wayebukele ethe cwaka, ecinga ukuba ngaba lwaluphumelele na uhambo lwakhe.