Genesis 24:28 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yasuka yabaleka intombi leyo, yashumayela endlwini yonina ezizinto.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yakhawuleza intombi leyo, yaxelela indlu kanina ngokwala mazwi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yabaleka intombazana leyo, yaya kubaxelela udaba lwendlu kanina.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Loo ntombi yabaleka ukuya kowayo, yafika yabalisa.