Genesis 24:31 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiti: Ngena, wena utanyusanqelweyo nguyehova! kunganina ukuba ume ngapandle? ngokuba ndise ndilungisile indlu, kwa nendawo yenkamela.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi, Yiza, wena usikelelweyo nguYehova; umeleni na ngaphandle? Mna ndiyilungisile indlu nendawo yeenkamela.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi, Ngenani, nina nisikelelweyo yiNkosi; ngubani olinde ngaphandle? ngokuba ndiyilungisile indlu nendawo yeenkamela.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Mhlekazi, wena uNdikhoyo ukuthamsanqelisile; yiza siye ekhaya; mus' ukum' apha. Kukho indawo ekhaya, nditsho neyokugcina iinkamela zakho.”