Genesis 24:38 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
koko uya kuya endlwini kabawo nasesalamaneni sam, umtabatele unyana wam umfazi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Suka uye endlwini kabawo emizalwaneni yakowethu, umzekele unyana wam umfazi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa uye endlwini kabawo emizalwaneni yakowethu, umzekele unyana wam umfazi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wathi kufuneka ndiye kowabo, ndimthathele umfazi unyana wakhe phakathi kwezizalwane zakhe.