Genesis 24:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
koko uya kuya elizweni lakowetu, nakuso isalamane sam, umtabatele unyana wam, u‐Yisake, umfazi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ukuba woya ezweni lakowethu, nakwelokuzalwa kwam, umzekele unyana wam uIsake umfazi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa hamba uye ezweni lakowethu, umzekele unyana wam uIsake umfazi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kufuneka uye kwilizwe lakowethu, apho ikhoyo inkaba yam. Kulapho uya kumfunela khona umfazi uIsake, phakathi kwezizalwane zam.”