Genesis 24:58 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bandul’ ukubiza u‐Rebeka, bati kuye: Uya kuhamba na nalendoda? wati: Ndiya kuhamba.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bambiza uRebheka, bathi kuye, Uya kuhamba na nale ndoda?Wathi, Ndohamba.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bambiza uRebheka, bathi kuye, Uyathanda na ukuhamba nale ndoda? Wathi: Ndiya kuhamba.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ubiziwe ke, wabuzwa ukuba uyahamba na kunye nalo mfo. Uphendule ngelithi: “Ewe, ndiyahamba.”