Genesis 24:59 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Baza bandulula u‐Rebeka udade wabo, nomondlikazi wake, nesicaka sika‐Abrahame, namadoda aso.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bamndulula ke uRebheka udade wabo, nomanyisikazi wakhe, nomkhonzi ka-Abraham, namadoda abenaye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bamkhulula ke uRebheka udade wabo, nomondli wakhe, umkhonzi ka-Abraham, namadoda abenaye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bamkhulula ke uRabheka ukuba ahambe naloo nduna ka-Abraham kunye naloo madoda yayihamba nawo. Waphelekwa sisicakakazi sakowabo awayekhulela phantsi kwaso.