Genesis 24:6 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiti kuso u‐Abrahame: Lumka ke ukuba ungambuyiseli kona unyana wam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uAbraham kuye, Zilumkele ungambuyiseli unyana wam khona.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uAbraham kuye, Zigcine, ungambuyiseli unyana wam khona.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uthe uAbraham: “Uze ungakhe umse apho unyana wam.