Genesis 24:64 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjalo no‐Rebeka wapakamisa amehlo ake, owati, akumbona u‐Yisake, wahlika kuyo inkamela.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
URebheka wawaphakamisa amehlo akhe, wambona uIsake, waziphosa phantsi, wehla enkameleni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uRebheka waphakamisa amehlo akhe, wambona uIsake, wehla enkameleni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
URabheka akubona uIsake wehla enkameleni yakhe,