Genesis 25:13 — Compare Translations

3 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nanga amagama onyana baka‐Shimayeli, ngamagama abo njengokuzalwa kwabo: owamazibulo ka‐Shimayeli u‐Nebayoti, no‐Kedare, no‐Adebele, no‐Mibisame,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngawo la amagama oonyana bakaIshmayeli, ngamagama abo ngokwenzala yabo: owamazibulo kaIshmayeli nguNebhayoti, noKedare, noAdebhele, noMibhesam,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngawo la amagama oonyana bakaIshmayeli, ngokwamagama abo ngokwemizalwane yabo: owamazibulo kaIshmayeli nguNebhayoti; iKedare, iAdebheli, neMibhesam,