Genesis 25:16 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Aba bangonyana baka‐Shimayeli, angala̔ namagama abo, ngemizi yabo, nangelali zabo; inkosana ezilishumi linambini njengezizwe zazo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngabo abo oonyana bakaIshmayeli, ngawo lawo amagama abo ngemizi yabo, nangeengqili zabo, izikulu ezilishumi elinazibini ngokwezizwe zazo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngabo abo oonyana bakaIshmayeli, ngawo la amagama abo ngokwemizi yabo neenqaba zabo; izikhulu ezilishumi elinazibini ngokwezizwe zazo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoonyana bakaIshmayeli ke abo, izizwana ezilishumi linambini. Iilali zabo nezikhululo zabo zathiywa ngamagama abo.