Genesis 25:19 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
EZI ke zizizizukulwana zika‐Yisake, unyana ka‐Abrahame: u‐Abrahame wazala u‐Yisake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yiyo le ke inzala kaIsake, unyana ka-Abraham. UAbraham wazala uIsake.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yiyo le ke inzala kaIsake, unyana ka-Abraham: uAbraham nguyise kaIsake;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nanga amagqabantshintshi ngoIsake unyana ka-Abraham.