Genesis 25:20 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wabe u‐Yisake eyiminyaka imashumi mane ubudala bake, akumzeka u‐Rebeka, intombi ka‐Betuweli um‐Siriya wase‐Padane‐arame, udade ka‐Labane um‐Siriya, abe ngumfazi wake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UIsake waye eminyaka ingamashumi omane ezelwe, ukuzeka kwakhe uRebheka, intombi kaBhetuweli, umAram wasePadan-aram, udade boLabhan umAram, ukuba abe ngumkakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uIsake ubeminyaka imashumi mane ezelwe, ukumzeka kwakhe uRebheka, intombi kaBhetuweli, umAram wasePadan-ram, udade boLabhan umAram, ukuba abe ngumkakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UIsake wayeselemashumi mane eminyaka ubudala ukuthatha kwakhe uRabheka, intombi kaBhetuweli, umAram wasePadan-aram, ekwangudade boLabhan.