Genesis 25:22 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku abantwana babambana embilini wake; waza wati: Nxa kunjalo, kunganina ukuba ndinje nje? Wasuka waya kubuza kuyehova.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Batyahalana abantwana embilini wakhe, wathi, Ukuba unjalo, yini na ukuba ndibe nje? Waya kubuza kuYehova.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Babambana naye abantwana; Wathi, Ukuba kunjalo, kutheni ndinje? Waya kubuza kuYehova.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wayekhulelwe amawele, ekwathi engekaveli avukelana esesesizalweni sikanina. Wathi uRabheka: “Sisimanga sini esi sindihlelayo?” Wabhenela kuNdikhoyo ukuba amkhanyisele. Wathi kuye uNdikhoyo: