Genesis 25:25 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Lapuma elokuqala libomvu, linjengengubo elixonti umzimba wonke; baza balibiza ngegama elingu‐Esau.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Laphuma elokuqala lingqombela, lonke liphela njengengubo exhonti; balithiya igama elinguEsawu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Laphuma elokuqala lingqombela, lonke njengengubo yoboya; Bamthiya igama elinguEsawu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Iwele elikhulu lalibomvana linga lambeswe ngengubo yoboya, kwathiwa ke nguEsawu igama lalo.