Genesis 25:28 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ute u‐Yisake wamtanda u‐Esau, ngokuba inyama yenyamakazi ibisemlonyeni wake; kodwa u‐Rebeka wamtanda u‐Yakobi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UIsake wathanda uEsawu, ngokuba inyamakazi ibimnandi emlonyeni wakhe; ke yena uRebheka wathanda uYakobi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uIsake wathanda uEsawu, ngokuba ebesidla inyama yezingela; ke uRebheka wayethanda uYakobi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UIsake wayethanda uEsawu, kuba wayemana emzisela inyama yeenyamakazi. URabheka yena wayethanda uYakobi.