Genesis 25:30 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wati u‐Esau ku‐Yakobi: Kaundidlise kuko okubomvu, okubomvu oko, ngokuba ndicubukile: bekukona kwabizwa igama lake ngo‐Edome.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uEsawu kuYakobi, Khawundiphe ndiginye kwinto engqombela, loo nto ingqombela, kuba ndityhafile; ngenxa yoko kwathiwa igama lakhe nguEdom.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uEsawu kuYakobi, Makhe ndive loo nto ibomvu, ndiyive; Yiyo loo nto kuthiwa nguEdom.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wathi kuYakobi: “Mfo, andilambe ngako! Khawundiphe kuloo nto ibomvu uyiphekileyo.” Yiyo loo nto uEsawu ekwabizwa ngokuthi nguEdom.