Genesis 25:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nonyana baka‐Midiyane; ngu‐Hefa, no‐Heferi, no‐Hanoki, no‐Abida, no‐Ledaha. Bonke aba bangonyana baka‐Ketura.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Oonyana bakaMidiyan nguEfa, noEfere, noEnoki, noAbhida, noElidaha. Bonke abo ngoonyana bakaKetura.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Oonyana bakaMidiyan nguAsheri; uEva, uEfere, uHanoki, uAbhida noElidaha. Bonke ke ngoonyana bakaKetura.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Oonyana bakaMidiyan nguHefa noEfere, noHanoki, uAbhida noElda. Ngabazukulwana bakaKetura bebonke ke abo.