Genesis 25:9 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Baza bamncw̔aba u‐Yisake no‐Shimayeli onyana bake, emqolombeni wase‐Makapela, entsimini ka‐Hefrone, unyana ka‐Tsohare, um‐Hete, engapambi kwe‐Mamre.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
OoIsake noIshmayeli, oonyana bakhe, bamngcwaba emqolombeni waseMakapela, entsimini kaEfron unyana kaTsohare, umHeti, phambi kowakwaMamre,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Oonyana bakhe uIsake noIshmayeli bamngcwaba emqolombeni waseMakapela, entsimini kaEfron unyana kaTsohare, umHeti, ephambi kowakwaMamre;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wangcwatyelwa kulaa mqolomba useMakapela ngoonyana bakhe uIsake noIshmayeli. Wawungasempumalanga yeMamre entsimini awayeyifumene kuEfron unyana kaZoware umHeti.