Genesis 26:12 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wahlwayela u‐Yisake elizweni elo, wazuza kwa ngalonyaka amanani angekulu; ngokuba uyehova ebemtamsanqela.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UIsake wahlwayela kwelo zwe, wazuza ngaloo mnyaka imilinganiso elikhulu; uYehova wamsikelela.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uIsake wahlwayela kwelo zwe, wazuza kalikhulu ngaloo mnyaka; uYehova wamsikelela.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UIsake walima amasimi akhe ngaloo nyaka, isivuno sakhe saba sikhulu ngokuphinda-phindeneyo, kuba kaloku uNdikhoyo wayemthamsanqelisa.