Genesis 26:16 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza u‐Abimeleki wati kuye u‐Yisake: Uz’ umke kuti: ngokuba usigqitisile ngamandla kakulu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uAbhimeleki kuIsake, Mka kuthi, ngokuba usuke waba namandla amakhulu kunathi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uAbhimeleki kuIsake, Suka kuthi; ngokuba womelele kunathi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UAbhimeleki weza kuIsake, wathi makemke kwilizwe labo, kuba wayebaluleke ngaphezu kwabo.