Genesis 26:17 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula u‐Yisake wemka apo, wamisa intente yake entilini yase‐Gerari, wahlala kona.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UIsake wemka ke apho, wamisa iintente esihlanjeni saseGerare, wahlala khona.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wemka apho uIsake, wamisa intente yakhe kwintlambo yaseGerare, wahlala khona.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wemka ke uIsake, waya kumisa umzi wakhe kuloo ntlambo yaseGerare. Wakha wathi vu apho okwexeshana.