Genesis 26:19 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Zaza izicaka zika‐Yisake zemba entilini leyo, zafumana kona iqula lamanzi apilileyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bemba abakhonzi bakaIsake esihlanjeni eso, bafumana khona iqula lamanzi aphilileyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bemba abakhonzi bakaIsake esihlanjeni somlambo, bafumana iqula khona, linomthombo khona.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Izicaka zikaIsake zemba kuloo ntlambo, zafumana iliso lomthombo.