Genesis 26:21 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Baza balimba elinye iqula, bapikisana napezu kwelo; ngako wabiza igama lalo nge‐Sitena.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bemba elinye iqula, babambana nangalo, wathi igama lalo yiSitena.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bemba elinye iqula, baphikisana ngalo, wathi igama lalo yiSitna.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wemba omnye umthombo uIsake, kwaza kwaxanjuliswana nangawo. Wathi igama lalowo buButshaba.