Genesis 26:28 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bati bona: Sabona okunene ukuba uyehova unawe: sasisiti ngoko: Makekubeko isifungo pakati kwetu, pakati kwetu nawe; size silwenze ucebano nawe;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bathi, Sibone kakuhle ukuba uYehova unawe; sathi, makubekho isifungo phakathi kwethu nawe, senze umnqophiso nawe,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bathi ke bona: “Sibonile ngokwenene ukuba uYehova unawe; sathi, Makubekho isifungo phakathi kwethu nawe, senze umnqophiso nawe;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bathe: “Siyaqonda ngoku ukuba *uNdikhoyo unawe. Saye ke sicinga ukuba kufuneka kukho isibhambathiso esisenzayo nawe. Sifuna ufunge