Genesis 26:29 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
lwokokuba akuyi kusenza into ekohlakeleyo, njengokuba nati singakupatanga kakubi, nanjengokuba sikwenzile wena oko kulungileyo kupela, sada sakundulula ngoxolo. Wena kaloku utanyusanqelwe nguyehova.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
wokuba ungasenzeli bubi, njengokuba singakusunduzanga, njengokuba sikwenzele okulungileyo kodwa, sakundulula unoxolo;ngoku usikelelwe nguYehova.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
ukuze ungasenzakalisi, ngenxa yokuba asizange sikuchukumise, yaye sikwenzele okulungileyo, sikukhokele ngoxolo; ngoku niyintsikelelo kaYehova.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
ukuba akuyi kusenza nto, njengoko nathi singekhe sikwenze nto imbi. Kucacile kuthi ngoku ukuba wena uyathamsanqeliswa nguNdikhoyo.”