Genesis 27:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wati u‐Yakobi ku‐Rebeka unina: Bona ke, u‐Esau umkuluwe wam uyindoda elixonti, kanti mna ndiyindoda egudileyo:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uYakobi kuRebheka unina, Yabona, uEsawu umkhuluwa wam yindoda exhonti, mna ndiyindoda egudileyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uYakobi kuRebheka unina, Yabona, uEsawu, umnakwethu, yindoda exhonti, mna ndiyindoda egudileyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa uYakobi yena uthe kunina: “Usazi nje ukuba uEsawu lixhonti, ndibe mna ndimpuluswa!