Genesis 27:14 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waya ke, wawazeka, wawazisa kunina; waza unina wenza ukutya okumnandi, okunjengoko wakutandayo uyise.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waya wawathabatha, wawazisa kunina; unina wenza ukudla okunencasa, njengoko akuthandayo uyise.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wayithabatha, wayisa kunina; unina wenza inyama emnandi, njengoko ayithandayo uyise.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waya kuwathatha ke uYakobi, wawasa kunina, wapheka okona kutya kunencasa kuthandwa nguIsake.