Genesis 27:17 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
waza wanika ukutya okumnandi, nesonka, ezonto abezenzile, esandleni sika‐Yakobi unyana wake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
wabeka esandleni sikaYakobi unyana wakhe ukudla okunencasa, nesonka abesenzile.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wanika inyama emnandi, nesonka, abesilungise ngesandla sikaYakobi unyana wakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wamnika oko kutya kunencasa kunye nesonka awayesibhakile.