Genesis 27:18 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wasuka weza kuyise, wati: Bawo! Wayesiti yena: Nanku, ndi lapa; ungubanina wena, nyana wam?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Weza kuyise, wathi, Bawo! Wathi yena, Ndilapha. Ungubani na, nyana wam?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Weza ke kuyise, wathi, Bawo! Wathi: Ndikho! ungubani nyana wam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UYakobi wafika kuyise, wathi: “Tata!” Usabele wathi uyise: “Thetha; ungubani, mfo wam?”