Genesis 27:19 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati u‐Yakobi kuyise: Ndingu‐Esau, owamazibulo wako; sendenzile njengoko ubundixelela kona; kauvuke, uhlale, utye kwinyama yam yenyamakazi, ukuze umpefumlo wako unditamsanqele.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uYakobi kuyise, NdinguEsawu, amazibulo akho; ndenze njengoko wathetha ngako kum; khawuvuke ke, uhlale, udle inyamakazi yam, ukuze umphefumlo wakho undisikelele.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uYakobi kuyise, NdinguEsawu, amazibulo akho; Ndenza njengoko wandiwisela umthetho ngako, wathi, Vuka, uhlale, udle inyama, nenyama, nenyama, ukuze umphefumlo wakho undisikelele.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uthe uYakobi: “NdinguEsawu, unyana omkhulu. Ndiyenzile into obundithume yona. Nantsi inyama. Vuka utye, uze undisikelele.”