Genesis 27:23 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waye engamnakani, ngokuba izandla zake zilixonti, njengezandla zika‐Esau umkuluwe wake; wada wamtamsanqela.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Akamnakana ke, kuba izandla zakhe zaba noboya, njengezandla zikaEsawu umkhuluwa wakhe; wamsikelela ke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Akamahlula, kuba izandla zakhe zazinoboya, njengezandla zikaEsawu umkhuluwa wakhe; ke ngoko wamsikelela.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Akazange amqonde uYakobi, kuba kaloku izandla zazixhonti njengezikaEsawu. Uthe seleza kumsikelela,