Genesis 27:24 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiti: Ukwa nguye na unyana wam u‐Esau? Wati: Ndinguye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi, Wena lo ungunyana wam uEsawu na? Wathi yena, Ndinguye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi, Ungunyana wam na uEsawu? Wathi yena: Ndinguye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
wabuya wabuza wathi: “Ngaba ngenene ungunyana wam uEsawu?” Waphendula uYakobi esithi: “Ndinguye.”