Genesis 27:31 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waye naye ekwenzile ukutya okumnandi, wakuzisa kuyise, wati kuye uyise: Makavuke ubawo, atye kwinyama yenyamakazi yonyana wake, ukuze umpefumlo wako unditamsanqele.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Naye wenza ukudla okunencasa, wazisa kuyise, wathi kuyise, Makavuke ubawo adle inyamakazi yonyana wakhe, ukuze umphefumlo wakho undisikelele.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Naye wenza ukudla okunevumba elimnandi, wazisa kuyise, wathi kuyise, Makavuke ubawo, adle inyama yenkomo yonyana wakhe, ukuze umphefumlo wakho undisikelele.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wapheka ukutya okumnandi, naye wakusa kuyise, wathi: “Vuka, tata, utye. Nantsi inyama endikuphathele yona. Uze undisikelele.”