Genesis 27:32 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati u‐Yisake uyise kuye: Ungubanina wena? Wati: Ndingunyana wako, owamazibulo wako, u‐Esau.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uIsake uyise kuye, Ungubani na? Wathi, Ndingunyana wakho uEsawu, amazibulo akho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uyise uIsake kuye, Ungubani na? Wathi, Ndingunyana wakho uEsawu, izibulo lakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Ungubani wena?” watsho uIsake. “Ndingunyana wakho omkhulu, uEsawu,” utshilo.