Genesis 27:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
wandule ukundenzela ukutya okumnandi, okunjengoko ndikutandayo, ukuzise kum, ukuba nditye; ukuze umpefumlo wam ukutamsanqele, ndingekati.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
undenzele ukudla okunencasa, njengoko ndikuthandayo, ukuzise kum, ndidle; ukuze umphefumlo wam ukusikelele ndingekafi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
ndenzele ukutya okunencasa, njengoko ndikuthandayo, ukuzise kum, ndidle; ukuze umphefumlo wam ukusikelele ndingekafi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndifuna undiphekele ukutya okunencasa, okona ndikuthandayo; undizisele nditye, ze ndikusikelele ndingekafi.”