Genesis 27:40 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngesiṙele sako uya kupila, nomninawe wako uya kumkonza; kanti kuya kuti, nxa unobukosi, uya kwandula ushunqule iyokwe yake entanyeni yako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uya kuphila ngekrele lakho, umkhonze umninawa wakho; Kuthi wakudlokova, Uyaphule idyokhwe yakhe, isuke entanyeni yakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uya kuphila ngekrele lakho, umkhonze umninawa wakho; ukuba uthe walawula, woyaphula idyokhwe yakhe entanyeni yakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uya kuphila ngekrele uphantsi komninawa wakho; kambe ke liya kufika ithuba apho uya kudinwa khona, uyaphule loo dyokhwe yakhe isentanyeni yakho.”