Genesis 27:43 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Uze uti kaloku, nyana wam! upulapule ilizwi lam, usuke usabele ku‐Labane umkuluwe wam e‐Karane;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngoko ke, nyana wam, phulaphula izwi lam, usuke ubalekele kuLabhan, umnakwethu, kwaHaran;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke ngoko, nyana wam, liphulaphule izwi lam; Wesuka ke, wabalekela kuLabhan umnakwabo kwaHaran;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke, nyana wam, uze wenze le nto ndiza kukuxelela yona. Zimela, ubalekele kumnakwethu uLabhan eHaran.