Genesis 27:8 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Uze uti kaloku, nyana wam! ulipulapule ilizwi lam ngoko ndikuyalela ngako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngoko ke, nyana wam, liphulaphule izwi lam ngento endikuwisela umthetho ngayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke ngoko, nyana wam, liphulaphule izwi lam njengoko ndikuwisela umthetho;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke, mfo wam, uze wenze le nto ndiza kukuxelela yona.