Genesis 28:20 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza u‐Yakobi wasenza isibambiso, esiti: Nxa utixo aya kuba nam, andigcine kulendlela ndihamba ngayo, andinike isonka sokutya nengubo yokwambata;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wabhambathisa ngesibhambathiso uYakobi, esithi, Ukuba uThixo uthe waba nam, wandigcina kuyo le ndlela ndiyihambayo, wandinika isonka ndadla, neengubo ndambatha,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wafunga uYakobi, wathi, Ukuba uThixo uthe waba nam, wandigcina kule ndlela ndiyihambayo, andinike isonka ndidle, neengubo zokunxiba,
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UYakobi ke yena wenza esi sifungo: “Ukuba uThixo undigcinile wandilondoloza kolu hambo, andiphe ukutya nezambatho