Genesis 28:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ati kanjalo akunike itamsanqa lika‐Abrahame, kwa wena, nenzalo yako kunye nawe, ukuze ulidle ilifa lalo ilizwe lokupambukela kwako, elona walinika utixo ku‐Abrahame.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
akunike intsikelelo ka-Abraham, wena nembewu yakho ndawonye nawe, ukuze ulidle ilifa ilizwe lokuphambukela kwakho, elo uThixo walinika uAbraham.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Makakunike intsikelelo ka-Abraham, wena, nembewu yakho, nawe; ukuze ulidle ilifa ilizwe lokuphambukela kwakho, elo uThixo walinika uAbraham.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wanga uThixo angawagqithisela kuwe nakwinzala yakho amathamsanqa ka-Abraham, niwume loo mhlaba uThixo wayemise kuwo uAbraham kuqala.”