Genesis 29:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
WASUSA inyawo zake u‐Yakobi, wahambela elizweni labantu basempumalanga.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wesuka uYakobi, waya ezweni labasempumalanga.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYakobi waqhubela phambili nohambo lwakhe, wada waya kufika kwelasempuma.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wenjenjeya uYakobi kuhambo lwakhe, wada waya kufika kwilizwe leentlanga zasempumalanga.