Genesis 29:11 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waye u‐Yakobi wamanga u‐Rakele, wapakamisa ilizwi lake, walila.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UYakobi wamanga uRakeli, waliphakamisa izwi lakhe, wasitsho isililo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYakobi wamanga uRakeli, waliphakamisa izwi lakhe, walila.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wandula wamanga uRakeli, elila luvuyo.