Genesis 29:13 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaye kute, akuba u‐Labane evile indaba zika‐Yakobi, unyana wodade wake, wandula wabaleka ukuya kumkaulela, wamsingata, wamanga, wamzisa endlwini yake. Waza wabalisela u‐Labane zonke ezizinto.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi, uLabhan akuluva udaba lukaYakobi, unyana wodade wabo, wagidima waya kumkhawulela, wamwola, wamanga, wamngenisa endlwini yakhe. Yena wambalisela uLabhan ngezo ndawo zonke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uthe uLabhan akuluva udaba lukaYakobi, unyana wodade wabo, wagidima waya kumkhawulela, wamwola, wamanga, wamngenisa endlwini yakhe. Wamxelela uLabhan yonke loo nto.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
wathi noyise akuziva ezi ndaba zingomtshana wakhe uYakobi, waya kumhlangabeza wamgona, wamanga, wamngenisa endlwini. Uthe uLabhan akubaliselwa nguYakobi izinto ezenzekileyo,