Genesis 29:14 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiti u‐Labane kuye: Okwenyaniso ulitambo lam nenyama yam. Waza wahlala naye ixesha lenyanga nye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uLabhan kuye, Okunene ulithambo lam, uyinyama yam.Wahlala naye inyanga iphela.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uLabhan kuye, Okunene ulithambo lam, uyinyama yam; Wahlala naye inyanga yanye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
wayingqina into yokuba bayazalana. Wahlala apho inyanga yonke uYakobi.