Genesis 29:18 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waye u‐Yakobi emtanda u‐Rakele; wati ngoko: Ndiya kukukonza iminyaka ibe sixe̔nxe, ngenxa ka‐Rakele intombi yako encinane.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UYakobi ubemthanda uRakeli, wathi, Ndokukhonza iminyaka esixhenxe egenxa kaRakeli, intombi yakho enci.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYakobi ubethanda uRakeli; Wathi, Ndokukhonza iminyaka esixhenxe ngenxa kaRakeli, intombi yakho encinane.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UYakobi wayencwase uRakeli, waza wathi kuLabhan: “Ndokusebenzela iminyaka esixhenxe ukuba unokundivumela ndizeke intombi yakho encinci uRakeli.”