Genesis 29:19 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wati u‐Labane: Kulungile ukuba ndimnike kuwe, pezu kwokuba ndimnike kwenye indoda; hlala nam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uLabhan Kulungile ukuba ndimnike wena, kunokuba ndimnike enye indoda; hlala nam ke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uLabhan Kulungile ukuba ndimnike wena, kunokuba ndimnike enye indoda; Hlala nam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
ULabhan uthe: “Ndikhetha ukumendisela kuwe kunokuba aye kwendela komnye umntu.” Watsho esithi makaselehlala apho kwakhe uYakobi.